
bongeziwe mabandla - ndibuyile lyrics
bawo n0ba ndenzeni, ndenzani na
mna ndizibona ndisengumntana wakho
kwakhe kwabhideka izinto
kwamele ndimk’ apha
andazi n0ba sewandilibala
mhlambi wawusithi soze uphinde undibone
kodwa ndihambe imini nezolo
ukuze ndifike, ndifik’ apha kuwe
ndamka kudala ndabaleka
ndakheth’ ukuphila ngaphandle kwakho
kodwa emva kweminyaka nenyembezi
ndimu lona, ndimu lona ome phambi kwakho
ndibuyile
ndibuyile
ndibuyile
ndibuyile
ndibuyile
ndibuyile
ndakhe ndakukhanyela ndisithi mna andikudingi
emva kwexesha izinto zaqal’ukundixaka
bendihleli, hleli kabuhlungu
ndicinga wena maxesha onke
ndicela wena ukukhangele indlela yokundixolela
ndamka kudala ndabaleka
ndakheth’ ukuphila ngaphandle kwakho
kodwa emva kweminyaka nenyembezi
ndimu lona, ndimu lona ome phambi kwakho
ndibuyile
ndibuyile
ndibuyile
ndibuyile
ndibuyile
ndibuyile
ndibuyile
ndibuyile
ndibuyile
ndibuyile
ndibuyile
ndibuyile
Random Lyrics
- jonathan young - part of your world lyrics
- mitski - stay lyrics
- boss nhani - ekapa lyrics
- bengü - son nokta (by volga tamöz) lyrics
- urojenie - na smyczy lyrics
- next - nothing lyrics
- jackson harden - the water is wide lyrics
- legión rg - malán (alan zamudio) lyrics
- uzi flame - selena (cелена) lyrics
- aleks gamp - bolshie lyrics