azlyrics.biz
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

bongeziwe mabandla - sisahleleleni (i) lyrics

Loading...

ha ha ha ha
ha ha ha ha
ha ha ha ha
haaaa + haaaa
ha ha ha ha
ha ha ha ha
ha ha ha ha
haaaa + haaaa

[verse 1]
asikwaz’ ukuphila
mingaph’ iminyaka
sisenz’ intwenye
kukho ixesha
apho k+mele samkele
uba apha akusekho nto

[chorus]
sisahleleleni na?
ub’ asonwabang’ apha?
ngaba yintoni na
esigcin’ apha?
sisahleleleni na?
ub’ asonwabang’ apha?
ngaba yintoni na
esigcin’ apha?
[verse 2]
icacile ak+mele ndibe apha
kukhona eny’ indawo
ek+mele ndibe kuyo
icacile ak+mele ndibe apha
kukhona eny’ indawo
ek+mele ndibe kuyo
ek+mele ndibe kuyo
ek+mele ndibe kuyo
ek+mele ndibe kuyo
ek+mele ndibe kuyo

[chorus]
sisahleleleni na?
ub’ asonwabang’ apha?
ngaba yintoni na
esigcin’ apha?
sisahleleleni na?
ub’ asonwabang’ apha?
ngaba yintoni na
esigcin’ apha?



Random Lyrics

HOT LYRICS

Loading...