city plugerz pham - 12. thank you note lyrics
[poem- ozna]
you’ve made so many things for us
so much that we can’t see
or no one to trust on
you made us laugh, but now i think it’s time to cry
i don’t even wish i could say goodbye
y’all always cheering us up in every game
all the way, till we walk through the hall of fame
y’all make us feel better & better everyday. so we feel better
ozna [verse 1]
ningamagokra, izinto ezenza singabeki nqawe/ ngenxa yakho, sisinde engozini ye nqanawe/ ndibamba ngazibini kuye, uzibale nawe/ niyibambe ngolohlobo kuthi nisengama qhawe/ mandigawule ndiwarhuqa, okanye ndiy tshay’ isaqhuma/ ingqondo zigcwel’ ingoma ezininzi ngathi zinyawo zenk-ma/ siyonyukela njenge dida, xa sipuma niya xhuma-xhuma/ kodwa wena waz’ xelela lengoma uzoy’ phula-phula/ tata, mama, bhuti, sisi nalowo ndingambalanga/ thina siculela wonk’ umntu kwaye asi judge nge atire/ ndithandazela ubane mali idignity, kuye ne power/ iintsikelelo ziwa namanzi so kuthi mandithath’ ishower/ siyabonga lo udownloadayo, nak’lowo umamelayo/ siyabulela ngolo thando olunintsi olungazenzisiyo/ gcuwa, nqamakwe, centane nakuni apho k-manqulo/ ”from here, to somewhere” masihlabeleleni iculo…..
skylar [verse 2]
besonyele kwisiziba, nafika nina nas’ nyula/ lapho sihamba khona nihlale niyazi ngani sine gunya/ kwaba nabancinci/ zihlobo nezi zukulwana/ siyabulela nge support, siyabulela kuni bangane/ nisiqeqeshile after nas’ khanyisel’ indlela/ nasi nika ifuture ebright, sakhanyisa ngekhandlela/ bathi xa uy’qalile imbiza uboy’ khwezela de ivuthe/ nam ndizama ngandlela zonke kuba igcuwa ndiy’phucule/ nisinike ithemba kwaye soze ndil’ phoncule/ nam ndifuna uzbona ”phaa”, ndikula level iphezulu, niskhanyisele ke ngaso/ nasvulela zonke iingcango/ sohlala sisenza njalo, ngaphaa kwi ntlanga ngeentlanga/ yonke lento in0bunzima so ndizo vuthu-vuthuza/ iindudumo zinibethile, sendide nday’ xolel’ imvula/ ndinethemba ngeny’ imini etivimi ndizodlula/ ithemba soze ndil’ phoncule b’town mna ndizok’ phucula….
Random Lyrics
- evann mcintosh - no i lyrics
- mrivera25 - terrorismindausa lyrics
- kery james - egotripes lyrics
- jaah slt - fuck a hook lyrics
- eripe - to tylko rap lyrics
- laik - ellipse lyrics
- chuuwee - post mortem lyrics
- lil jj - hyfr (remix) lyrics
- youngboy never broke again - killswitch lyrics
- pacewon & mr. green - my god lyrics