
darkie fiction - ungowam lyrics
[chorus]
ungowam ungowam ungowam
(ekhaya ndibathumile, ndizbonel’ intomb’ entle. ekhaya ndibathumile)
ungowam ungowam ungowam
ungowam ungowam ungowam
(ekhaya ndibathumile, ndizbonel’ intomb’ entle. ekhaya ndibathumile)
ungowam ungowam ungowam
[verse: katdaddy]
come on
h+llo, my darlie, my sweetie
my thofolaks, unxib’ ilokhwe enamavili
you’re such a vibe, you’re such a good time
bhabha wam ndigcwala ngawe nine nine
bandibuza, “chocolate, wena wazi ntoni ngothando?”
ukatdaddy, kodwa ndiyinj’amathambo
ndikthanda njenge kwaito, [?] yam yempilo
joys of the soul, forever my ntliziyo
[chorus]
ungowam ungowam ungowam
(ekhaya ndibathumile, ndizbonel’ intomb’ entle. ekhaya ndibathumile)
ungowam ungowam ungowam
ungowam ungowam ungowam
(ekhaya ndibathumile, ndizbonel’ intomb’ entle. ekhaya ndibathumile)
ungowam ungowam ungowam
[verse: yoza]
lover lover, i wanna tell you something
xesha lonke oko ndifun’ ofana nawe (ofana nawe)
ndikhumbula ngalamini sadibana
sthandwa i just wanna say to you: ndiyakthanda and no else will do
[chorus]
ungowam ungowam ungowam
(ekhaya ndibathumile, ndizbonel’ intomb’ entle. ekhaya ndibathumile)
ungowam ungowam ungowam
ungowam ungowam ungowam
(ekhaya ndibathumile, ndizbonel’ intomb’ entle. ekhaya ndibathumile)
ungowam ungowam ungowam
[outro]
i wanna tell you something (yazintoni, yazintoni)
vus’ abant’ balele, fiction sound igcwele
chocolate no pokoloza
Random Lyrics
- зеркало (zerkalo32) - bless lyrics
- shyguy.og - redenzione lyrics
- mdcrity - devils goat lyrics
- ayaz erdoğan - sen üşüme lyrics
- issbrokie - weak ass mc therapy session! (interlude) lyrics
- polish club - the late show lyrics
- lola young - blisters lyrics
- ribbecka - ich mag keinen senf lyrics
- aziz hedra - the liar lyrics
- fairy dust - whore lyrics