dee koala - medi yase khayelitsha lyrics
[pre+chorus]
ungoyiki kweila balekisa
drip yam’ imanzi sani, iyachiphiza
oko bendisiza nina nind’phikisa
cela ni nga dlali nge medi yase khayelitsha man

[chorus]
heh ni nga dlali nge medi yase khayelitsha

[verse 1]
bathi ndiyaba bambekisa
story sam si tricky but at least asina filter
ingxaki k+m ekasi as’na xesha sobe s’fihla
bandaz ngo cisha iifеature
bandaz ndisoloko nd’phez’kwe span ingathi yi mеdi ethand’ ufisha and’thand’ iouti engena sgela ayikwazi uplita
ndiyi medi efun’ iouti erherezel’ i+metre
and’fun umjita ofun’ usassa, ocing’ba nd’fun’ umitha
xand’gqithisa iba ngu ref after si sando’ sciya
[pre+chorus]
ngicela ungoyiki kweila balekisa
drip yam’ imanzi sani, iyachiphiza
oko bendisiza nina nind’phikisa
cela ni nga dlali nge medi yase khayelitsha man
ungoyiki kweila balekisa
drip yam’ imanzi sani, iyachiphiza
oko bendisiza nina nind’phikisa
cela ni nga dlali nge medi yase khayelitsha man
[chorus]
heh ni nga dlali nge medi yase khayelitsha
cela ni nga dlali nge medi yase khayelitsha man
heh ni nga dlali nge medi yase khayelitsha
cela ni nga dlali nge medi yase khayelitsha man
[verse 2]
ekse ndiphuma pha kwi kasi eyenza i+plan xa sifuna imali
ndiphuma pha kwi kasi eyenza i+plan for ubumnandi
ubumnandi xa ungandibhatali suwara soz’ ungatholakal’
goons ziyathumeleleka ba uzama undenz’ bari sani
kancane nge heartbreak ekse ndiyi medi yase ntsay’ban’
ungabuza nala bari ingu ban+ban ba k’layta bani
umbuze yey’phi feature eyamenzela eyona mali
ibiyi bhudda eli baddie after le verse cela ungakhali
[pre+chorus]
ungoyiki kweila balekisa
drip yam’ imanzi sani, iyachiphiza
oko bendisiza nina nind’phikisa
cela ni nga dlali nge medi yase khayelitsha man
ungoyiki kweila balekisa
drip yam’ imanzi sani, iyachiphiza
oko bendisiza nina nind’phikisa
cela ni nga dlali nge medi yase khayelitsha man
[chorus]
heh ni nga dlali nge medi yase khayelitsha
cela ni nga dlali nge medi yase khayelitsha man
heh ni nga dlali nge medi yase khayelitsha
cela ni nga dlali nge medi yase khayelitsha man
[refrain]

[outro]
Random Lyrics
- sami yusuf - call my name lyrics
- monstrblack, abyss., mbplug - sin city lyrics
- mavis - isoto lyrics
- хестон (heston) - всё в твоих руках (all in your hands) lyrics
- wealthmasta - in our territory lyrics
- franklin zoo - peace of mind lyrics
- artefakkt - performance (intro) lyrics
- trance to the sun - where smoke blows across lyrics
- zhakky - as long as lyrics
- prizrakovboss - мьюинг (mewing) lyrics