
lusanda spiritual group - samson and delila lyrics
samson mnyeni wami
ungathini ukundikhohlisa
izihlandlu ezithathu
aphina amandl’akho
samson mnyeni wami
ungathini ukundikhohlisa
izihlandlu ezithathu
aphina amandl’akho
ungathini ukuthi uyandithanda
awutsho ukuba aphina amandl’akho
samson sthandwa sami
aphina amandl’akho
ungathini ukuthi uyandithanda
awutsho ukuba aphina amandl’akho
samson sthandwa sami
aphina amandl’akho
yhini samsoni mnyeni wami
ungathini ukuthi uyandithanda
kanti wena uyandikhohhlisa
aphina amandl’akho
yhini samsoni mnyeni wami
ungathini ukuthi uyandithanda
kanti wena uyandikhohlisa
aphina amandl’akho
delilah mfazi wami (delilah mfazi wam)
delilah mfazi wam (ndizokuxelela)
amandla (amandla wam amandla wam)
amandla (asezinyweleni)
delilah mfazi wami (delilah mfazi wam)
delilah mfazi wam (ndizokuxelela)
amandla ami (amandla wam amandla wam)
amandla (asezinyweleni)
ndizokuxelela (delilah mfazi wam)
ndizokuxelela delilah (ndizokuxelela)
amandla (amandla wam amandla wam)
amandla (asezinyweleni)
ndizokuxelela delilah (delilah mfazi wam)
ndizokuxelela delilah (ndizokuxelela)
amandla (amandla wam amandla wam)
amandla (asezinyweleni)
asezinyweleni (delilah mfazi wam)
asezinyweleni (ndizokuxelela)
awam amanda (amanda am amandla am)
amandla (asezinyweleni)
asezinyweleni (delilah mfazi wam)
asezinyweleni (ndizokuxelela)
awam amanda (amanda am amandla am)
amandla (asezinyweleni)
asezinyweleni (delilah mfazi wam)
asezinyweleni (ndizokuxelela)
awam amanda (amanda am amandla am)
amandla (asezinyweleni)
asezinyweleni delilah (delilah mfazi wam)
asezinyweleni delilah (ndizokuxelela)
awam amanda (amanda am amandla am)
amandla (asezinyweleni)
ndizokuxelela delilah (delilah mfazi wam)
ndizokuxelela delilah (ndizokuxelela)
amandla (amandla wam amandla wam)
amandla (asezinyweleni)
ndizokuxelela delilah (delilah mfazi wam)
ndizokuxelela delilah (ndizokuxelela)
hayi amandla (amandla wam amandla wam)
amandla (asezinyweleni)
Random Lyrics
- steff (mex) - skims lyrics
- sonic tea party - stranded lyrics
- jaythevan - bubbly lyrics
- barry can't swim - different lyrics
- baby tank & бун сделал это (boon made it) - spike lyrics
- linkin park - ovrflw (ft. skillet) lyrics
- paramore - born for this (live in the uk 2008) lyrics
- alibi montana - enfants de la rue lyrics
- goethes erben - wucht lyrics
- tayron kwidan's - péché lyrics