musa – nomkitha lyrics
ndibanjwa luvalo…
xa ndibona wena
andisakwazi nokuzi bamba.
ndinc-ma kakhulu xa ndibona wena
andali ndiyoyika…
ukuthetha nawe
kodwa nomkhitha
khand’nik’thuba
ndithethe nawe
ohhh
ndyak’cela mamela
ngawe ndyaz’fela
ngawe ndyaz’fela
khawleza sondela
khawleza sondela
ndikthand’okwempela
ndikthand’okwempela
nomkhithakazi
nomkhithakazi
buyandiphambanisa ubuhle bakho
intliziyo yam igcwelu’thando lwakho
inkomo zikhona, baph’abazali bakho
ndizimisel ukba ngumyeni wakho.
ndyak’cela mamela
ndyakcela mamela
ngawe ndyaz’fela
ngawe ndyaz’fela
khawleza sondela
khawleza sondela
khawleza sondela
ndikthand’okwempela
ndikthand’okwempela
nomkhithakazi
nomkhithakazi
nomkhithakazi
nomkhithakazi
ndyak’cela mamela
ndyak’cela mamela
ngawe ndyaz’fela
ngawe ndyazfela
khawleza sondela
khawleza sondela
ndikthand’okwempela
ndikthand’okwempela
ndyakcela mamela
ndyakcela mamela
ngawe ndyaz’fela
ngawe ndyaz’fela
khawleza sondela
khawleza sondela
ndikthand’okwempela
ndikthand’okwempela
nomkhithakazi
nomkhithakazi
Random Lyrics
- matt gresham – ghost lyrics
- suga free – apk data download free lyrics
- mohamed hamaki – ehsas fazee lyrics
- haley reinhart – a thousand ways lyrics
- bustamante feat. alicia villarreal – amor de los dos lyrics
- max taylor – relentless lyrics
- chuck girard – the name above all names lyrics
- tristen mcdonald – rap lyrics
- keneddy the don – so gone challenge lyrics
- carajo – cicatriz lyrics