nathi - ukuthanda wena lyrics
[chorus]
ukuthanda wena lady, kungumsebenzi wam’
ukundithobela wena, kungumsebenzi wakho
ukuthanda wena lady, kungumsebenzi wam’
ukundithobela wena, kungumsebenzi wakho
[post+chorus]
oko, ndathandana nawe, kwakhany’ ubomi bam’
kwamnandi sathandana, waba lubambo lwam’

[bridge]
azange wake wandiphoxa, azange wandishiya
azange wake wandihlazisa, ulubambo lwam’

oko ndathandana nawe kwakhany’ njeng’ emini
kwamnandi sathandana waba lubambo lwam’
[outro]
oko, ndathandana nawe, kwakhany’ ubomi bam’
kwamnandi sathandana, waba lubambo lwam’
oko, ndathandana nawe, kwakhany’ ubomi bam’
kwamnandi sathandana, waba lubambo lwam’
oko, ndathandana nawe, kwakhany’ ubomi bam’
kwamnandi sathandana, waba lubambo lwam’
Random Lyrics
- consumed by vultures - canto viii. l'erede lyrics
- ashly burch - taken to school-hey ash whatcha playin'? lyrics
- sipho the gift - my truth lyrics
- louis the child - little things (will sparks remix) lyrics
- egg (mylifeisayolk) - putting a spin on sweater weather lyrics
- deewana - jaaneman jaaneman lyrics
- pashka - black white (чёрно-белый) lyrics
- micah mcbride - i am lyrics
- nathi - inyembezi lyrics
- jeffrey lewis - keep it chill! (in the east vill) lyrics