
sfarzo rtee & makhanj - mandiphume lyrics
[intro]
hayi hayi
hay’ hah ah
ah ah
[verse 1]
cela uzundenzela inceba
uzungandikhumbuli
ungandicingi
ndikhulule, ndikhulule
cela uzundenzela inceba
(inceba)
uzungandikhumbuli
ungandicingi
ndikhulule, ndikhulule
(ndikhulule)
[chorus]
noma ibindim noma
ibi nguwe
lena yona isohlule
ndikhulule, ndikhulule
ndikhulule
noma ibindim noma
ibi nguwe
lena yona isohlule
ndikhulule, ndikhulule
ndikhulule
[refrain]
hayi away, hayi away
hayi away, hayi away
hayi away ndiphume
ndiphele
ndiphume ndiphele
(ndiphume ndiphele)
ndiphume ndimke
ndiphume ndimke
hayi away, hayi away
hayi away, hayi away
ndiphume ndiphele
ndiphume ndiphele
ndiphume ndimke
ndiphume ndimke
[chorus]
noma ibindim noma
ibi nguwe
lena yona isohlule
ndikhulule, ndikhulule
ndikhulule
noma ibindim noma
ibi nguwe
lena yona isohlule
ndikhulule, ndikhulule
ndikhulule
[bridge]
mandizikhuphe
mandizikhuphe
ndiphunyuke
(‘phunyuke)
ndiphume ndiphele
kwintozakho
mandiphume
mandiphume
ndiphunyuke
ndiphume
ndiphele kwintozakho
[refrain]
hayi away, hayi away
hayi away, hayi away
hayi away ndiphume
ndiphele
ndiphume ndiphele
(ndiphume ndiphele)
ndiphume ndimke
ndiphume ndimke
[chorus]
noma ibindim noma
ibi nguwe
lena yona isohlule
ndikhulule, ndikhulule
ndikhulule
[refrain]
hayi away, hayi away
hayi away, hayi away
hayi away ndiphume
ndiphele
ndiphume ndiphele
(ndiphume ndiphele)
ndiphume ndimke
ndiphume ndimke
hayi away, hayi away
hayi away, hayi away
hayi away ndiphume
ndiphele
ndiphume ndiphele
(ndiphume ndiphele)
ndiphume ndimke
ndiphume ndimke
[chorus]
noma ibindim noma
ibi nguwe
lena yona isohlule
ndikhulule, ndikhulule
ndikhulule
noma ibindim noma
ibi nguwe
lena yona isohlule
ndikhulule, ndikhulule
ndikhulule
Random Lyrics
- lolo morales - no le digas que no al dinero lyrics
- janaina alves - i'm missing my love lyrics
- phuneral - krovopoterya lyrics
- bandra - intro lyrics
- ness & cité - par tous les moyens lyrics
- brandon victor dixon - not even the king lyrics
- the jane doe's - quiet inside (the jacket - film version) lyrics
- nicki french - steal the crown lyrics
- lee dlugosz - falling lyrics
- la hyène - causes à effets lyrics