sun-el musician - into ingawe lyrics
[verse 1]
ndandisemnyameni
ndingaboni nalomnyango
kwabalek’ iinsuku
ndikhangela indlela yophuma
[pre-chorus]
kwenzek’ ismanga amaphupho afezeka
kwavela kwalunga yonk’ into
ndancedwa yinkolo nentsebenzo
noguqa ngedolo kubawo
[chorus]
hhayi into ingawe yabona bayaphanda
abalal’ intsebenzo ikhona nentlonipho
into ingawe yabona bayaphanda
abalal’ intsebenzo ikhona nentlonipho
into ingawe yabona bayaphanda
abalal’ intsebenzo ikhona nentlonipho
into ingawe yabona bayaphanda
abalal’ intsebenzo ikhona nentlonipho
[post-chorus]
into ingawe, ndiwelela ilizwe lenkuthazo
isthembiso kungaphel’ amandla
ndiwelela ilizwe lenkuthazo
isthembiso kungaphel’ amandla
[verse 2]
iminqweno yethu ivakele
intando anayo ingango lwandle
ingomso lethu liyathembisa
k-mele sikwazi ukubekezela
[pre-chorus]
kwenzek’ ismanga amaphupho afezeka
kwavela kwalunga yonk’ into
ndancedwa yinkolo nentsebenzo
noguqa ngedolo kubawo
[chorus]
hhayi into ingawe yabona bayaphanda
abalal’ intsebenzo ikhona nentlonipho
into ingawe yabona bayaphanda
abalal’ intsebenzo ikhona nentlonipho
into ingawe yabona bayaphanda
abalal’ intsebenzo ikhona nentlonipho
into ingawe yabona bayaphanda
abalal’ intsebenzo ikhona nentlonipho
[post-chorus]
ndiwelela ilizwe lenkuthazo
isthembiso kungaphel’ amandla
ndiwelela ilizwe lenkuthazo
isthembiso kungaphel’ amandla
[outro]
ndiwelela ilizwe lenkuthazo
isthembiso ukuvuka kungaphel’ amadla
Random Lyrics
- tragic - wyoming, spring and delor lyrics
- stigmata (ru) - голод (hunger) lyrics
- dylan leblanc - honor among thieves lyrics
- dopedilla - sky isn't tha limit lyrics
- annunaki kdf - anahata lyrics
- acoustimandobrony - nightmare in everfree lyrics
- יגאל בשן - ledaber ahava - לדבר אהבה - yig'al bashan lyrics
- os tincoãs - acará lyrics
- ii. rvnd - hayat g. s. lyrics
- stax santana - let me know lyrics