the soil (sa) - andinanto lyrics
[intro]
ndandihleli
ndihlel’eb-mnyameni
wafik’usonini nanini
wandifake ekukhanyeni
ndandihleli
ndihlel’eb-mnyameni
wafik’usonini nanini
wandifake ekukhanyeni
ndandihleli
ndihlel’eb-mnyameni
wafik’usonini nanini
wandifake ekukhanyeni
ndandihleli
ndihlel’eb-mnyameni
wafik’usonini nanini
wandifake ekukhanyeni
[chorus]
andinanto aph’esandleni
ndize kanye nkosiyam’
ndize kanye nkosiyam’
hey
andinanto aph’esandleni
ndize kanye nkosiyam’
ndize kanye nkosiyam’
ye eeehhhh
[verse 1]
intwana ekas’lami
ifunda uk’roofa iphandeli nqcosi zakubo ezincane
ithaima alispani
nenqondweni yayo istsheli ukuthi ese nabazili
ebsuku ayilali
icabanga ukuthi fede bona kusasa bazodlani
kanti wena umakhelwane onjani
uyayibona i situation mara ushaya ngathi awuwazi
why ntwana yam’ uzi bulalisi ndanda
ngiyazi impilo i snux kodwa ubani othe give uper
why ntwana yam’ uvaya nabo jero
yibo laba abahlala baku juta ngez’nto ezingekho
why ntwana yam’ uzi bulalisi ndanda
ngiyazi impilo i snux kodwa ubani othe give uper
why ntwana yam’ uvaya nabo jero
yibo laba abahlala baku juta ngezinto ezingekho
[chorus]
andinanto aph’esandleni
ndize kanye nkosiyam’
ndize kanye nkosiyam’
hey
andinanto aph’esandleni
ndize kanye nkosiyam’
ndize kanye nkosiyam’
ye eeehhhh
[verse 2]
in the midst of the night
painful thoughts fill my mind
i see the tears of a crying child
oh my, oh my yeah
i find myself asking why
i find myself asking why
everyday everynight a million times
i find myself asking why
why why why why why why
why why why why why why
why why why why why why
why why why why why why
why why why why why why
why why why why why why
[chorus]
andinanto aph’esandleni
ndize kanye nkosiyam’
ndize kanye nkosiyam’
hey
andinanto aph’esandleni
ndize kanye nkosiyam’
ndize kanye nkosiyam’
ye eeehhhh
Random Lyrics
- dvbbs - somebody like you lyrics
- diemonsterdie (horrorpunk) - beneath a blood red moon lyrics
- johannes oerding - love me tinder lyrics
- felonius chino - count on me lyrics
- 360 - crossover lyrics
- jacob mercado - fuego de basura lyrics
- devilment - the seductive poison lyrics
- ember sea - coffin heart lyrics
- qusai - dream lyrics
- ember sea - black birds lyrics