azlyrics.biz
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

zahara – amapleya lyrics

Loading...

[verse 1]
andithand’ ukulwa
ndifun’ uxolo nokuthula
khuluma, uma andenzi kak’hle
uzondiluza, uloku usihla wenyuka
ndiyahamba, ndikhathele nguwe

[pre-chorus]
soloko ndinawe
ndikhal’ imihla nezolo
uyand’khathaza
uhamb’ ubuye nengxolo
soloko ndinawe
ndikhal’ imihla nezolo
uyandikhwaza
uthetha ngathi andinangqondo

[chorus 1] x2
uma ulisoka
no ah ah i don’t want to
no ah ah i don’t want to
no ah ah i don’t want to
and’wafun amasoka
no ah ah i don’t want to
no ah ah i don’t want to
no ah ah i don’t want to

[verse 1]

[pre-chorus]

[chorus 2] x2
uma uyipleya
no ah ah i don’t want you
no ah ah i don’t want you
no ah ah i don’t want you
and’wafun amapleya
no ah ah i don’t want you
no ah ah i don’t want you
no ah ah i don’t want you



Random Lyrics

HOT LYRICS

Loading...