azlyrics.biz
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

7 soldiers – i’ll never give up lyrics

Loading...

intro:
ja 7 soldiers (dvr) on the way

verse 1:
ndilulandele ubizo
ndimvile umsindo
ndafeature(risha) ucndo
ubom ngumzamo
namhlanje ndiyacula ndibhalubusuku nemeni ngoba cuz ndifun’ ucula
ndanditshilo kwantlandlolo kuba ndizoyixhutha njengokhula
kodwa le the new generation
ihamba ne high population
dats why sivusezethu iproduction
xandiphethe nale mali ndiba high njenge dolphin emafini
xandibambe nale mic andimameli okwe cherry engekatyiwa yiwa
ngoba ndizakukhwaza kweliliwa bathi liliwa laphakade
mara nale mpumelelo vele iza kade
ungandibuzi kwaye ntanga ungandikhuzi
umvundl’ uzek’ indlela
nam ndizakuyitshata lendlela
mara ndicula ngalendlela bendicelu bekezele
kwesispazza musani ukusigezela
ningothuki xandinivezela
uth’umlomo uyadana
kwespazza ndafika kudala
kwakhala nabadala
ndivuk’ ekuseni ngomsobomvu
ndisenza sure kuba ndibhali rhymes ezibomvu
xandibethe nale flow bekuncoma namagqala
ndaqonda mandihlale phantsi ndivele ndiqhubeke nokubhala

chorus

i’ll never give up i’ll never give up i’ll never give up until sophumelela x4

verse 2

jonga ndime kweliqonga ndibonga
ndivuma kugqabukinyongo
kunukintrongo
ngoku ndingeyinguye owasempongo
nam ndinethongo
ilolo andililongo
n0ba ungancom’ isphongo
mbongwam vakala ngalomongo ngoba nam ndistrongo
ngubani otrongo
singenzi’ zimoko
naxa soloko amasiko elarhiskrokro
nifuna sivusu biko
okanye sibizu diko
kodwa ukho undikho
kungakho ikanti ilele ziko
kuba bendinempiko
ngendingelilo iciko
kungakho andisenamfihlo
uyeva nawe yihlo
k-mnyam’ amehlo
bath’uhamba kubona
akhonto sibulala njengomona
siyazam’ucula abafuni nosibona
siyazam’ucula abafuni nosibona

chorus:

verse 3:

mandisebenzis’ ngqondo
ndiqule ndiligangathe kuba ndifun’ ukubaliqhawe
ewe ndingumxhosa uyaweva namaqhalo
ngeke ndixhom’ ibhatyi ndingekayiqhubi nqanawe
kudala siwa sivuka sekugobe neliqolo
asinanto esandleni sesilala kwimiqolomba
siphekela konqu phantsi kunye nawo amaqhakancu
sixhensa sizombelela kuhle nathi okwamagqirha
ewe asemvakwethu ayasilandela namaqhwirha
kaloku sithand’ uthetha ngoku bathi siyaziqhantsa
tyhini bathi asibafuni yazi bona bayasiqhela
yazi bayazithambisa baziphathisa okweqanda
aba bafuni nyama sobanika inqakala
abanye bafuno tinti abayazi neqakamba
yazi balulamile abafani noqaqamba
angeke nisenzento niseleloqaqobana… qaqobanaa



Random Lyrics

HOT LYRICS

Loading...