azlyrics.biz
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

amanda black – ​ekuphileni, lyrics

Loading...

[intro: amanda black]
ah maria ah maria ah maria ah ah
ah maria, ah maria yeah
ah maria ah maria ah ah

[verse 1: amanda black]
maria amandla am’, khawundithandazele
ndibambelele kuyo, indlela yokulunga
ndiphe ngoko amandla, ndigxininise kuyo
indlela yakho yesu
esa ekuphileni

[chorus: amanda black]
ekuphileni
ekuphileni
ekuphileni, ayy
ekuphileni

[verse 2: j’something]
maria themba lam’, khawundithethelele
kunyana wakho uyesu, olithamsanqa lethu
ndiphe ngoku amandla, ndigxininise kuyo
indlela yakho yesu
esa ekuphileni

[chorus: j’something]
ekuphileni
ekuphileni
ekuphileni
ekuphileni
ekuphileni
[bridge: amanda black, with j’something]
ah maria ah maria ah maria ah ah
ah maria, ah maria yeah
ah maria ah maria ah ah
ah maria

[outro: amanda black, with j’something]
uzundincedise ukuthandaza
ndincedise ukuthandaza
ndincedise ukuthandaza
ndincеdise ukuthandaza
ah uthandaza, ukuthanda
ah uthandaza, ukuthanda
ah uthandaza, ukuthanda
ah uthandaza, yeah



Random Lyrics

HOT LYRICS

Loading...