azlyrics.biz
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

berita – makoti lyrics

Loading...

[verse 1]
khanijonge unomakhwezi
unxibe ilokhwe emhlophe
ey xa ephenduka, kuculwa amawololo (amawololo)
kunini usisi ehlezi?
[?]
ziyaphenduka
kukhala amawololo (amawololo)

[chorus]
songena namhla nomakoti
songena namhla nomakoti
songena namhla nomakoti
songena namhla nomakoti

[verse 2]
khanijonge unomakhwezi
unxibe ilokhwe emhlophe
ey xa ephenduka, kuculwa amawololo (amawololo)
kunini usisi ehlezi?
[?]
ziyaphenduka
kukhala amawololo (amawololo)

[chorus]
songena namhla nomakoti
songena namhla nomakoti
songena namhla nomakoti
songena namhla nomakoti
[bridge]
umakoti ungowethu
umakoti ungowethu
uzosiwashela asphekele
uzosiwashela asphekele
umakoti ungowethu
umakoti ungowethu
uzosiwashela asphekele
uzosiwashela asphekele

[chorus]
songena namhla nomakoti
songena namhla nomakoti
songena namhla nomakoti
songena namhla nomakoti
songena namhla nomakoti
songena namhla nomakoti
songena namhla nomakoti
songena namhla nomakoti



Random Lyrics

HOT LYRICS

Loading...