azlyrics.biz
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

khiweg – sohlala sibambene lyrics

Loading...

sohlala sibambene lyrics
ngubani lo
ngubani lo
ngubani lo
mmhm
ngubani lo
ngubani lo
ngubani lo
mmhm

ngubani lo besithi saw’hlukana
jonga siphi ngoku
ngubani lo besithi saw’hlukana
jonga siphi ngoku
uthando lwam nawe
lolwa ngonaphakade
umoya wam nowakho
awusoze waphulwe nto

ngubani lo besithi saw’hlukana
yeku’mamelana nababantu
bazokuphithanisa neengcinga
thanda mna, kholwa mna

mmhm
yeku’mamelana nababantu
bazokuphithanisa neengcinga
thanda mna, kholwa ngam
mmhm
ngubani lo besthi saw’hlukana
jonga siphi ngoku
ngubani lo besithi saw’hlukana
jonga siphi ngoku
uthando luqaqambile
zon’iinjongo zomelele

thina
sohlala sibambene
uthando luqaqambile
zon’iinjongo zomelele

thina
sohlala sibambene
uthando luqaqambile
(uthando luqaqambile)
zon’iiinjongo zomelele
(zon’iinjongo zomelele)

thina
sohlala sibambene
mmhmm
(sohlala sibambene)
mmhmhmmm
(sohlala sibambene)



Random Lyrics

HOT LYRICS

Loading...