azlyrics.biz
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

nathi – abantu balendawo lyrics

Loading...

[chorus]
khukho abantu kulendawo
abafun’ ubona ntwentle tu!
xa bebon’ omnyumntu ezama, bayonyanya
bath’ “uzenza ngcono”

[post+chorus]
ngcon’ ulandeliphupha lakho
ngcon’ usabel’ ubizo lwakho, hayi
ngcon’ ukuthiw’ uyaphambana kunokuba: uphalale njengabo
xa ndibulisa bayathula ndithi molweni, abavumi
xa ndidlula bayathetha, akabulisi ucing’ ungcono

[verse]
abasafuni nohlala nam
xa ndingena bayaphakama bahambe
uzosimoshela abantwana lo! makahambe
bendifun’ uthando nje

[chorus]
kanti abantu balendawo banjani?
abafun’ ubona ntwentle tu!
xa bebon’ omnyumntu ezama, bayonyanya
bath’ uzenza ngcono

[post+chorus]
ngcon’ ulandeliphupha lakho
ngcon’ usabel’ ubizo lwakho, hayi
ngcon’ ukuthiw’ uyaphambana kunokuba: uphalale njengabo
[chorus]
kanti abantu balendawu banjani?
abafun’ ubona ntwentle tu!
xa bebon’ omnyumntu ezama, bayonyanya
bath’ uzenza ngcono



Random Lyrics

HOT LYRICS

Loading...