azlyrics.biz
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

nathi – imizamo yam lyrics

Loading...

[verse 1]
oh nkosi yam ubundithanda
ekulahlekeni kwam
oh nkosi yam waman’ ulanda
futhi emkhondeni wam
ilizwi lakho nkosi yam
lindikhanyisele nam
nomoya wakho nkosi yam
usisonwabiso sam

[chorus]
ndingavuya nkosi
xa unoybon’ imizamo yam
ndingavuya nkosi
ndingavuya nkosi yam

[verse 2]
n0ba mafu angasith’ ilanga
ukhona awundishiyanga
uhamba nami lonk’ ilanga
njengosana likunina
n0b’ umthyol’ ezondilinga
izilingo zingaphezi
uhlale nam, ndiban’ ndizifihla
ethunzini leempiko zakho
[chorus]
ndingavuya nkosi
xa unoybon’ imizamo yam
ndingavuya nkosi
ndingavuya nkosi yam
ndingavuya nkosi
xa unoybon’ imizamo yam
ndingavuya nkosi
ndingavuya nkosi yam



Random Lyrics

HOT LYRICS

Loading...