noted – ntsikana’s hymn lyrics
[verse 1]
ulothixo omkhulu (thixo omkhulu)
osezulwini (osezulwini)
nguwe ikhakha (nguwe ikhakha)
ikhakha lenyaniso (makabongwe)
ulo thixo omkhulu (thixo omkhulu)
osezulwini (osezulwini)
nguwe ikhakha (nguwe ikhakha)
ikhakha lenyaniso (makabongwe)
[verse 2]
nguwena inqaba
inqaba yenyaniso (makabongwe)
nguwe ihlathi
ihlathi lenyaniso (makabongwe)
nguwena inqaba
inqaba yenyaniso (makabongwe)
nguwe ihlathi
ihlathi lenyaniso (makabongwe)
[refrain]
aho (wololo, ahom homna)
aho (holo lololo, ahom homna)
ahomna (holo lololo, ahom ahomna)
aho (ahomna, ahom homna)
aho (wololo, ahom homna)
aho (holo lololo, ahom homna)
ahomna (holo lololo, ahom homna)
aho (ahomna, ahom homna)
aho (ahomna, ahom homna)
[verse 3]
ulo zandla zakhe (ahomna)
zahlatyw’egolgotha (ahom hom)
iyayinguy’emandulo (ahomna)
senguye nanamhla (ahom homna)
ulo zandla zakhe (ahomna)
zahlatyw’egolgotha (ahomna, ahom hom)
iyayinguy’emandulo (ahomna)
senguye nanamhla (ahom homna)
[refrain]
aho (wololo, ahom homna)
aho (holo lololo, ahom homna)
ahomna (holo lololo, ahom homna)
aho (ahomna, ahom homna)
aho (ahomna, ahom homna)
[bridge]
ulothixo omkhulu (ahomna)
osezulwini (ahom homna)
inqaba yethu (ahomna)
idwala lethu (ahom homna)
siphephela ng+ye (ahomna, ahom homna)
ngumavala kuvaliwe (ahomna, ahom homna)
sith’ “akekho ofana nayе” (ahomna, ahom homna)
asimbonang’ ofana naye (ahomna, ahom homna)
nyange lemihla (ahomna)
uyingonyama yakwajuda (ahom homna)
usisiqalo nеsiphelo (ahomna)
zonk’izinto zilawulwa nguye (ahom homna)
sith’ “akekho ofana naye” (ahomna, ahom homna)
asimbonang’ ofana naye (ahomna, ahom homna)
nyange lemihla (ahomna)
uyingonyama yakwajuda (ahom homna)
usisiqalo nesiphelo (ahomna)
sithemba ngawe (ahom homna)
[outro]
asimbonanga ofana naye (ahomna, ahom homna)
sith’akekho ofana naye (ahomna, ahom homna)
nyange lemihla (ahomna)
uyi ngonyama yakwajuda (ahom homna)
usisiqalo nesiphelo (ahomna)
iyelele mama (ahom homna)
Random Lyrics
- deer death – dissapointment lyrics
- mike mulah – heartbreak (all blue) lyrics
- vikingarna – corrine corrina lyrics
- 40 shiesty – war lyrics
- the reytons – low life (2018) lyrics
- xeno & backflip – inelar lyrics
- boys of the lough – the rose of ardee lyrics
- layton giordani – paranoid lyrics
- hojas por el barrio – malambo de acero lyrics
- migue avalos – best of us lyrics