sino msolo – angsakwazi ukulala lyrics
Loading...
[refrain]
mmmh hayi
mmmh yaphela
mmmh hayi
mmmh yaphela
mmmh hayi
mmmh yaphela
mmmh hayi
mmmh yaphela
[chorus]
ndithe ndisahleli ndibalisela lo mjita
ukuba andisakwazi ulala
andisakwazi nokucinga
ndithe ndisahleli ndibalisela lo mjita
ukuba andisakwazi ulala
andisakwazi nokuphila
[verse]
uyabona lamjita uyandazi
andipheli amandla
ndizoqhubeka ndifunana nothando
uyabona lamjita uyandazi
andipheli amandla
ndizoqhubeka ndifunana nothando
[refrain]
mmmh hayi
mmmh yaphela
mmmh hayi
mmmh yaphela
mmmh hayi
mmmh yaphela
mmmh hayi
mmmh yaphela
mmmh hayi
mmmh yaphela
mmmh hayi
mmmh yaphela
hayi, yaphela
hayi, yaphela
hayi, yyaphela
Random Lyrics
- kerbenok – verstandes klinge lyrics
- ilykare – notready2die lyrics
- blaxor – cupido se equivoca pero no falla lyrics
- thermocline – barfly lyrics
- ben kamuntu – en tout vrai lyrics
- holstar – plant a seed lyrics
- dječaci – program lyrics
- henri bleu – féériemusic #1 — spécial lyrics
- sobel – dyktator lyrics
- martha skye murphy – concrete lyrics