azlyrics.biz
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

siyanda dyonase – ndiye lyrics

Loading...

[intro: siyanda dyonase]

izono zam, mazixolelwe
ukuze impilo nayo iqhubeke
zosuka ndiye kubawo
ndithi bawo mandixolelwe
impilo inzima, impilo injani?
mna ndikhumbula ekhaya
indlela zam mazithyileke
ndosuka ndiye kubawo

[chorus : siyanda dyonase]

ndiye, ndiye, ndiye, ndiye, ndiye, ndiye, ndiye, ndiye ndiye, ndiyemna endlin yakhe

[verse 1: bra leo]

awunkosi ndizenzile izenzo mina
ezikwenza uzisole ngokudalileyo
kodwa manje ngiwa ngedolo,ngicela uxolo nguvumizono
ngoba ndiyazithandela ubumani

[verse :2 bra leo]

inkinga ngithanda amachery amaninzi, imali eninzi, ngijava ubusuku nemini, nam angazi ngithini iyohooo
kodwa manje ngiwa ngedolo, ngicela uxolo, ngivuma izono ngoba ngiyazithandela ubumandi
chorus [siyanda dyonase and bra lio]
ndiye, ndiye ,ndiye, ndiye, ndiye, ndiye, ndiye, ndiye ndiye, ndiyemna endlin yakhe



Random Lyrics

HOT LYRICS

Loading...