azlyrics.biz
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

umle sounds – malanki lyrics

Loading...

shuu wena sisi umisi ingqondo
ngawe joe zongob’ umqolo
uyay’qonda?
uyayiqonda na?
shuu wena sisi umisi ingqondo
ngawe joe zongob’ umqolo
uyay’qonda?
uyayiqonda na?

aba verstaan wena uba nice xa unice
uyakwaz’ ukwenza outie icing’ ez’phambeneyo
utsho nge ncumo eli right and und’phandla qho
ngamazinyo akho anqabileyo aba verstaan
kanti wena uphathwe ngubani? (baniii)
theth’ inyani kanti wena uphethwe ngubani?
aba verstaan
nd’zamela wena
nd’zamela wena
nd’zamela wena
aba verstaan
nd’zamela wena
nd’zamela wena
nd’zamela wena

awu, lolly
thul’ umthwalo olusegxeni (lusegxеni umntwanam, umntwanam, umntwanam)
nd’zok’phathisa wona
sobabini siwele emgcеni (siwele emgceni, emgceni)
awu, lolly
thul’ umthwalo olusegxeni (lusegxeni umntwanam, umntwanam, umntwanam)
nd’zok’phathisa wona
sobabini siwele emgceni (siwele emgceni, emgceni)

uyandiva ngoku?
yintoni?
ezontloni
uya believer (uya believer)
uya believer ngoku?
awuboni
ezontloni
uya believer, yeah, yeah
ndinefever yama lady
nd’caph+kiswa [?] ngama lady, kangaka
ekse lisweet elam ilady
alikhw’ elinye eligqobhozela udlul’ ilady lam

Random Lyrics

HOT LYRICS

Loading...