zahara – iphupho lam’ lyrics
[verse 1]
ndinephupho ngezinto endingazaziyo
kodwa ngeny’imini zizophumelela
ndizalwe ndiyintombi yasebukhosini
ndiyazidla ngenxa yakho
empilweni ndizophumelela ngenxa yakho
ndiyabulele enkosi kuwe
ndibalekela kuwe
undenza msulwa
nok’ba umhlaba ungasohlukanisa
[chorus]
phupho lwam dibana nam
xa ukhona kuyenzeka
(ngeny’imini as i’m breathing)
phupho lwam dibana nam
xa ukhona kuyenzeka
(ngeny’imini as i’m breathing)
[post+chorus]
ndibalekela kuwe
undenza msulwa (aah aah)
nok’ba umhlaba ungasohlukanisa (aah aah)
[verse 2]
ndinephupho ngezinto endingazaziyo
kodwa ngeny’imini zizophumelela
ndizalwe ndiyintombi yasebukhosini
ndiyazidla ngenxa yakho
ndibalеkela kuwe (aah aah)
undenza msulwa (aah aah)
nok’ba umhlaba ungasohlukanisa (aah aah)
[chorus]
phupho lam khawudibanе nam (dibana nam)
xa ndihlangene nawe (xa ukhona)
(ngeny’imini as i’m breathing) kuyenzeka
phupho lami hlangana nam (dibana nam)
xa ndidibene nawe kuyenzeka (xa ukhona kuyenzeka)
(ngeny’imini as i’m breathing)
phupho lwam dibana nam (dibana nam)
dibana nami (xa ukhona)
(aah aah) kuzokwenzeka!
Random Lyrics
- kay flock – being honest lyrics
- luciano – good over evil lyrics
- hvid sjokolade – true shit lyrics
- dave plugs – rampenlicht lyrics
- l’freaq – loud lyrics
- 1law – house arrest lyrics
- otis redding – a hard day’s night (live) lyrics
- parallels – golden lyrics
- ludwig hart – a dream i keep returning to lyrics
- poor man’s poison – stronger than the whiskey lyrics