azlyrics.biz
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

zahara – izintaba lyrics

Loading...

[verse 1]
ngapha nangapha ndiv’ amagama am
bayandibiza, ndiv’ ingxolo
bebecinga ndizoyekelela
kodwa ndinethamsanqa
ngapha nangapha ndiv’ amagama am
bayandibiza, ndiv’ ingxolo
bebecinga ndizoyekelela
kodwa ndinethamsanqa
kodwa ndinethamsanqa

[chorus]
zonk’ iintaba ziwela k-m, k-m
macala onke
zonk’ iintaba ziwela k-m, k-m
kuyadidizela
zonk’ iintaba ziwela k-m, k-m
macala onke
zonk’ iintaba ziwela k-m, k-m
kuyadidizela
zonk’ iintaba ziwela k-m
zonk’ iintaba ziwela k-m, k-m
macala onke
zonk’ iintaba ziwela k-m, k-m
kuyadidizela
zonk’ iintaba ziwela k-m

[verse 2]
ndivuke kubalel’ engqondweni yam
ndipheth’ intliziyo yam ngenzandla
kodw’ ithemba lam likhona
kuzoba luhlaza ngomso
kuz’ izaqhwithi, kuz’ izivunguvungu
khawuleza khawuleza
kuz’ izaqhwithi, kuz’ izivunguvungu
khawuleza khawuleza

[chorus]
zonk’ iintaba ziwela k-m, k-m
macala onke
zonk’ iintaba ziwela k-m, k-m
kuyadidizela
zonk’ iintaba ziwela k-m, k-m
macala onke
zonk’ iintaba ziwela k-m, k-m
kuyadidizela
zonk’ iintaba ziwela k-m, k-m
macala onke
zonk’ iintaba ziwela k-m, k-m
kuyadidizela
zonk’ iintaba ziwela k-m

[bridge]
kuz’ izaqhwithi, kuz’ izivunguvungu
khawuleza khawuleza
kuz’ izaqhwithi, kuz’ izivunguvungu
khawuleza khawuleza

[chorus]
zonk’ iintaba ziwela k-m, k-m
macala onke
zonk’ iintaba ziwela k-m, k-m
kuyadidizela
zonk’ iintaba ziwela k-m, k-m
macala onke
zonk’ iintaba ziwela k-m, k-m
kuyadidizela
zonk’ iintaba ziwela k-m, k-m
macala onke
zonk’ iintaba ziwela k-m, k-m
kuyadidizela
zonk’ iintaba ziwela k-m, k-m
macala onke
zonk’ iintaba ziwela k-m, k-m
kuyadidizela

[outro]
zonk’ iintaba ziwela k-m, k-m
macala onke
zonk’ iintaba ziwela k-m, k-m
kuyadidizela
zonk’ iintaba ziwela k-m, k-m
macala onke
zonk’ iintaba ziwela k-m, k-m
kuyadidizela
zonk’ iintaba ziwela k-m



Random Lyrics

HOT LYRICS

Loading...